Umsebenzi Wabathunywa 3:2 Ibhayibhile (XHO96)

Apho esangweni lendlu kaThixo ekwakusithiwa liSango eLihle, kwakukho indoda eyayisisiqhwala kwasekuzalweni kwayo. Yayidla ngokusiwa khona yonke imihla ukuze icele amalizo kwabangenayo.

Umsebenzi Wabathunywa 3

Umsebenzi Wabathunywa 3:1-11