Umsebenzi Wabathunywa 3:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kukuvuma nokuzinikela kwigama likaYesu okuyomelezileyo le ndoda niyibonayo, niyaziyo. Ligunya legama lakhe elimenze waphila njengokuba nimbona elapha phambi kwenu nje lo mntu.

Umsebenzi Wabathunywa 3

Umsebenzi Wabathunywa 3:15-18