Umsebenzi Wabathunywa 3:11 Ibhayibhile (XHO96)

Njengoko le ndoda yathi nca kuPetros noYohane, basuka abantu beza begxalathelana kubo bemangalisiwe evarandeni ekuthiwa yekaSolomon.

Umsebenzi Wabathunywa 3

Umsebenzi Wabathunywa 3:1-18