Umsebenzi Wabathunywa 28:21 Ibhayibhile (XHO96)

Athe ke ukumphendula amaJuda: “Asikhange sifumane zileta ngawe zivela kwaJuda; akukhange kubekho namaJuda eza neendaba ngawe; kungakhange kubekho nanto imbi ithethwe ngawe.

Umsebenzi Wabathunywa 28

Umsebenzi Wabathunywa 28:17-31