Umsebenzi Wabathunywa 28:20 Ibhayibhile (XHO96)

Yiyo le nto ndinibizele ukukhe ndinibone, ndithethe nani. Eneneni ndibanjiwe nje, kungenxa yalowo ulithemba lamaSirayeli.”

Umsebenzi Wabathunywa 28

Umsebenzi Wabathunywa 28:19-24