Umsebenzi Wabathunywa 27:9 Ibhayibhile (XHO96)

Sahlala ixesha elide apho, kwada kwacaca ukuba koba yingozi ukuqhubela phambili ihambo yethu, kuba kwakusekudlule nomhla wamaJuda wozilo ekwindla. Ke ngoko uPawulos wenza esi silumkiso:

Umsebenzi Wabathunywa 27

Umsebenzi Wabathunywa 27:7-11