Umsebenzi Wabathunywa 27:10 Ibhayibhile (XHO96)

“Madoda, ndibona ukuba luza kuba nengozi uhambo lwethu ukusuka apha. Umthwalo uza konakala kakhulu, nenqanawa yaphuke, kufe nabantu.”

Umsebenzi Wabathunywa 27

Umsebenzi Wabathunywa 27:1-17