Umsebenzi Wabathunywa 27:41 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa inqanawa yasuka yabaleka yaya kungena endulini yesanti ephantsi kwamanzi; umphambili wenqanawa wagxumekeka apho waxinga awashukuma, isinqe senqanawa sona santlithwa saziingceba ngamaza alwayo.

Umsebenzi Wabathunywa 27

Umsebenzi Wabathunywa 27:36-44