Umsebenzi Wabathunywa 27:40 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke bazinqumla iiankile, zasala elwandle, kwangelo xesha linye bazikhulula neentsontela ezazibambe amaphini okugwedla. Bayiphakamisa iseyile ekumphambili wenqanawa, ukuze umoya uyiqhubele phambili elunxwemeni inqanawa.

Umsebenzi Wabathunywa 27

Umsebenzi Wabathunywa 27:35-41