Umsebenzi Wabathunywa 27:39 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakuba kusile oomatiloshe babona unxweme abangalunakananga kakuhle, kodwa baqaphela indawo enentlabathi, baza bazimisela ukuya kuyimisa khona inqanawa xa benako.

Umsebenzi Wabathunywa 27

Umsebenzi Wabathunywa 27:31-43