Umsebenzi Wabathunywa 23:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ingqwayi-ngqwayi imbambe ngesandla umfana lowo, yamtsalela bucala, yambuza isithi: “Uze kundixelela ntoni?”

Umsebenzi Wabathunywa 23

Umsebenzi Wabathunywa 23:11-29