Umsebenzi Wabathunywa 23:18 Ibhayibhile (XHO96)

Umphathi-butho wamthatha wamsa kwingqwayi-ngqwayi, wafika wathi: “Ndibizwe ngumbanjwa uPawulos, wathi mandize nalo mfana kuwe, kuba kukho into aza kukuxelela yona.”

Umsebenzi Wabathunywa 23

Umsebenzi Wabathunywa 23:12-21