Umsebenzi Wabathunywa 23:15 Ibhayibhile (XHO96)

Nina ke *neBhunga thumelani kumphathi-mkhosi wamaRoma ukuba azise uPawulos kuni, nenze ngathi nisafuna ukuncina inyaniso ngaye. Thina ke soba sesilungile, simhlasele simbulale engekafiki kuni.”

Umsebenzi Wabathunywa 23

Umsebenzi Wabathunywa 23:8-22