Umsebenzi Wabathunywa 21:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ukusuka kwethu eTire, sahamba sada saya kufika eTolimayi. Apho sadibana namakholwa, sahlala nawo imini yonke.

Umsebenzi Wabathunywa 21

Umsebenzi Wabathunywa 21:1-17