Umsebenzi Wabathunywa 2:23 Ibhayibhile (XHO96)

Lo Yesu ke, wanikelwa kuni ngokuthanda nangokwazi kukaThixo, nambulala ngokumnikela ukuba abethelelwe emnqamlezweni ngabantu abangawukhathalelanga umthetho wethu.

Umsebenzi Wabathunywa 2

Umsebenzi Wabathunywa 2:21-32