Umsebenzi Wabathunywa 2:22 Ibhayibhile (XHO96)

“MaSirayeli, phulaphulani la mazwi: UYesu waseNazarete yindoda eyâlathwa nguThixo, yaza yabonakaliswa ngemisebenzi yamandla nemimangaliso nangemiqondiso awayenzayo uThixo ngayo. Nani ngokwenu niyayazi loo nto, kuba yenzeka phakathi kwenu apha.

Umsebenzi Wabathunywa 2

Umsebenzi Wabathunywa 2:17-29