Umsebenzi Wabathunywa 19:33 Ibhayibhile (XHO96)

Abanye abantu bamchazela ngale nto yenzekayo uAlesandire, kuba amaJuda ayegqatse yena phambili. UAlesandire wawangawangisa ngesandla ukuba kuthi cwaka, efuna ukulamla.

Umsebenzi Wabathunywa 19

Umsebenzi Wabathunywa 19:24-38