Umsebenzi Wabathunywa 19:32 Ibhayibhile (XHO96)

Kwangeli xesha ke intlanganiso xa iyonke yayisisiphithi-phithi nje. Kaloku abanye babekhwaza bethetha le, bambi bekhwaza bethetha leya; kuba kaloku uninzi lwaluhamba nje nezihlwele, lungazi nokuba indibano le yeyantoni na.

Umsebenzi Wabathunywa 19

Umsebenzi Wabathunywa 19:30-39