Umsebenzi Wabathunywa 18:27 Ibhayibhile (XHO96)

UApolo wagqiba ukuba aye kwelaseAkaya, aza amakholwa ase-Efese amkhuthaza amphathisa neleta emazisayo kumakholwa alapho. Akufika khona waba luncedo olukhulu kwabo babethe ngesisa sikaThixo baguquka,

Umsebenzi Wabathunywa 18

Umsebenzi Wabathunywa 18:20-28