Umsebenzi Wabathunywa 18:21 Ibhayibhile (XHO96)

Wasuka wathi xa ahambayo: “Ukuba ngaba kuyintando kaThixo ukuba ndibuye, ndobuya ndibuye.” Waza ke wemka e-Efese.

Umsebenzi Wabathunywa 18

Umsebenzi Wabathunywa 18:19-22