Umsebenzi Wabathunywa 17:23 Ibhayibhile (XHO96)

Kuthe xa bendihamba-hamba ndibuka iindawo zenu zonqulo, ndabona neqonga lamadini elibhaliweyo kwathiwa: ‘Kongaziwayo uThixo.’ Ngoko ke lowo nina nimnqula ningamazi, mna ndivakalisa yena kuni.

Umsebenzi Wabathunywa 17

Umsebenzi Wabathunywa 17:21-33