Umsebenzi Wabathunywa 17:22 Ibhayibhile (XHO96)

UPawulos waphakama wema entlanganisweni apho eAriyopago, wathi: “Bantu baseAtene, ndiyaphawula ukuba ningabantu abaluthanda ngokuncamisayo unqulo.

Umsebenzi Wabathunywa 17

Umsebenzi Wabathunywa 17:14-28