Umsebenzi Wabathunywa 16:38 Ibhayibhile (XHO96)

Amagosa lawo aya kuwaxela la mazwi kwiziphathamandla, ezathi zakuva ukuba uPawulos noSilas ngabemi abangamaRoma, zoyika kakhulu.

Umsebenzi Wabathunywa 16

Umsebenzi Wabathunywa 16:29-40