Umsebenzi Wabathunywa 16:37 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa waphendula uPawulos wathi kumagosa lawo: “Hayi kaloku, sikatswe esidlangalaleni, nakuba singakhange sibekwe tyala, ibe futhi singabemi abangamaRoma! Ngaphezu koko sivalelwe entolongweni. Bangathini ke ngoku ukusikhulula bucala? Hayi bo! Ayinakwenzeka loo nto! Abasemagunyeni mabeze kusikhulula ngokwabo.”

Umsebenzi Wabathunywa 16

Umsebenzi Wabathunywa 16:36-40