Umsebenzi Wabathunywa 16:18 Ibhayibhile (XHO96)

Yaqhuba iintsuku ezininzi iyenza le nto, yada yamthukuthezela uPawulos, wajika wathi kuloo moya: “Ngengunya legama likaYesu Krestu ndithi: ‘Phuma kule ntombi.’ ” Aphuma kwangoko amafufunyana.

Umsebenzi Wabathunywa 16

Umsebenzi Wabathunywa 16:14-25