Umsebenzi Wabathunywa 16:17 Ibhayibhile (XHO96)

Yasilandela sinoPawulos, ikhwaza isithi: “La madoda angabakhonzi bakaThixo uPhezukonke. Anishumayeza indlela eningásindiswa ngayo.”

Umsebenzi Wabathunywa 16

Umsebenzi Wabathunywa 16:14-18