Umsebenzi Wabathunywa 16:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. UPawulos waya eDerbhe naseListra. Apho kwakukho ikholwa eligama linguTimoti, onina wayekwalikholwa, engumJudakazi, uyise yena engumGrike.

2. Onke amakholwa aseListra naseIkoniyo ayemazi ngesimilo esihle uTimoti.

Umsebenzi Wabathunywa 16