Umsebenzi Wabathunywa 16:1 Ibhayibhile (XHO96)

UPawulos waya eDerbhe naseListra. Apho kwakukho ikholwa eligama linguTimoti, onina wayekwalikholwa, engumJudakazi, uyise yena engumGrike.

Umsebenzi Wabathunywa 16

Umsebenzi Wabathunywa 16:1-2