Umsebenzi Wabathunywa 15:36 Ibhayibhile (XHO96)

Ekuhambeni kwexesha wathi uPawulos kuBharnabha: “Makhe sityelele amakholwa kuzo zonke iidolophu apho sasikhe salishumayela khona ilizwi leNkosi, siqonde ukuba aphila njani na.”

Umsebenzi Wabathunywa 15

Umsebenzi Wabathunywa 15:35-37