Umsebenzi Wabathunywa 15:35-37 Ibhayibhile (XHO96)

35. UPawulos noBharnabha bona bakhe banexesha belapho eAntiyokwe. Bekunye nabanye balifundisa, balishumayela, ilizwi leNkosi.

36. Ekuhambeni kwexesha wathi uPawulos kuBharnabha: “Makhe sityelele amakholwa kuzo zonke iidolophu apho sasikhe salishumayela khona ilizwi leNkosi, siqonde ukuba aphila njani na.”

37. UBharnabha wafuna ukuba kuhanjwe noYohane Marko,

Umsebenzi Wabathunywa 15