Umsebenzi Wabathunywa 15:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku lakuba libandulule ibandla, bacanda kwelaseFenike nelaseSamariya, behamba bebalisa ngokuguquka kweentlanga; iindaba ke ezo ezawavuyisa kakhulu amakholwa.

Umsebenzi Wabathunywa 15

Umsebenzi Wabathunywa 15:1-11