Umsebenzi Wabathunywa 15:2 Ibhayibhile (XHO96)

UPawulos noBharnabha baba nengxoxo eshushu nabo ngalo mbandela, kwaza kwagqitywa ukuba uPawulos noBharnabha kunye nabanye baseAntiyokwe baye eJerusalem, bayokuva le ngxaki *kubathunywa nakubadala.

Umsebenzi Wabathunywa 15

Umsebenzi Wabathunywa 15:1-9