Umsebenzi Wabathunywa 13:41 Ibhayibhile (XHO96)

“ ‘Khangelani, nina bagxeki, nimangaliswe nife;kuba umsebenzi endiwenza ngemihla yenuyinto eningayi kukholwa yiyonokuba ubani uthe wanichazela.’”

Umsebenzi Wabathunywa 13

Umsebenzi Wabathunywa 13:38-39-43