Umsebenzi Wabathunywa 11:19 Ibhayibhile (XHO96)

Abakholwayo basarhazwa yintshutshiso yethuba lokufa kukaStefano. Abanye baphaphatheka, baya kutsho eFenike, eSipro, naseAntiyokwe. Babeluvakalisa udaba lweNkosi kumaJuda kuphela.

Umsebenzi Wabathunywa 11

Umsebenzi Wabathunywa 11:11-27