Umsebenzi Wabathunywa 11:18 Ibhayibhile (XHO96)

Yabanelisa le ngxelo, baza bamdumisa uThixo, ngokuba kuthe kanti neentlanga ezi uThixo uyazinika ithuba lokuguquka, ukuze zidle ubomi.

Umsebenzi Wabathunywa 11

Umsebenzi Wabathunywa 11:16-23