Umsebenzi Wabathunywa 10:41 Ibhayibhile (XHO96)

Akazange wabonakala kubantu bonke, koko wabonakala kuthi mangqina awawakhetha kwangaphambili uThixo, thina sasisitya sisela kunye naye emveni kokuba uThixo emvusile ekufeni.

Umsebenzi Wabathunywa 10

Umsebenzi Wabathunywa 10:35-46