Umsebenzi Wabathunywa 10:30 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe ukuphendula uKorneli: “Ngoku kusemva kweentsuku ezine oko ndandithandaza endlwini yam, malunga neli lixa ngentsimbi yesithathu emva kwemini, kwathi gqi umfo onxibe ezibengezelayo, wema phambi kwam,

Umsebenzi Wabathunywa 10

Umsebenzi Wabathunywa 10:29-32