Umika 7:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku ndimonile uNdikhoyo.Ngoko ke ndoyithwala ingqumbo yakhe,ade ke abuye andithethelele,abuye andilungisele.Yena wondibeka ekukhanyeni,nditsho ndibubone ubulungisa bakhe.

Umika 7

Umika 7:1-10