Umika 7:10 Ibhayibhile (XHO96)

Notshaba lwam lotsho lubone;luya kwambathiswa lihlazo.Nditsho olo belufudula lusithi kum:“Ude abe phi na lo Ndikhoyo unguThixo wakho?”Ewe, amehlo am aya kukubona ukuwa kwalo,lunyhashwe ngeenyawo okodaka ezitalatweni.

Umika 7

Umika 7:9-13