Umika 7:3 Ibhayibhile (XHO96)

Izandla zabo zozibini zinobuchule ekwenzeni ububi.Ooziphathamandla bafunana nezicengo.Abalawuli bathe thwanga kukunyotywa.Izikhulu zifezekisa iminqweno yazo.Ewe, badibene ngokufutha amayelenqe.

Umika 7

Umika 7:1-13