Umika 7:2 Ibhayibhile (XHO96)

Akasekho amadoda anyanisekileyo emhlabeni;amadoda athe ngqo suka athi shwaka.Akhoyo alalela ukuphalaza igazi;elowo uzingela umntakwabo ngomnatha.

Umika 7

Umika 7:1-12