Umika 2:13 Ibhayibhile (XHO96)

Uvulindlela wohamba phambi kwabo;botyhoboza baphume esangweni.Ukumkani woba yena ekhokele,*uNdikhoyo ngokwakhe abe yintloko yabo.”

Umika 2

Umika 2:9-13