Umatewu 9:28 Ibhayibhile (XHO96)

Akungena endlwini uYesu, zeza kuye iimfama ezo, waza uYesu wathi kuzo: “Niyakholwa na okokuba ndinako ukukwenza oku?”Zaphendula zathi: “Ewe, Nkosi.”

Umatewu 9

Umatewu 9:26-38