Umatewu 4:10 Ibhayibhile (XHO96)

Waza wathi kuye uYesu: “Hamb' umke, Sathana; kuba iziBhalo zithi: ‘Uze unqule iNkosi uThixo wakho, ukhonze yona yodwa.’”

Umatewu 4

Umatewu 4:5-20