UYesu wathi kubo: “Aniyifundanga na *eziBhalweni le ndawo ithi:“ ‘Ilitye abalidelayo abakhililo elaba lelona libalulekileyo lesiseko.Oku kwênzeka kuvela eNkosini;kungummangaliso emehlweni ethu.’