Umatewu 21:41 Ibhayibhile (XHO96)

Baza bathi kuye: “Uya kubatshabalalisa kakubi abo bantu bakhohlakeleyo, isidiliya eso asiqeshise kwabanye abalimi, abaya kumnika isabelo sakhe seziqhamo ngexesha lokuvuthwa kwazo.”

Umatewu 21

Umatewu 21:36-46