Umatewu 21:32 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku uYohane weza kuni ekweyona ndlela iyiyo, naza nina ànamamkela. Ke bona abaqokeleli-rhafu namahenyukazi bâmamkela. Naxa nakubonáyo oko, anizange nide nizohlwaye, nimamkele.”

Umatewu 21

Umatewu 21:30-34