Khanitsho, nguwuphi kwaba bantwana oyenzileyo intando kayise?”Baza bathi: “Ngowokuqala.”Ke uYesu wathi kubo: “Ndithi kuni, inene, abaqokeleli-rhafu namahenyukazi baxhamla ubuncwane bokulawulwa nguThixo ningekabuva nina.