Umatewu 21:16 Ibhayibhile (XHO96)

Baza ke bathi kuYesu: “Uyayiva na le nto bayithethayo aba?”UYesu wathi kubo: “Ewe. Aniyifundanga na eziBhalweni indawo ethi: ‘Wênza ukuba udunyiswe ngabantwana naziintsana.’”

Umatewu 21

Umatewu 21:8-17