Umatewu 16:18 Ibhayibhile (XHO96)

Nam ke, ndithi kuwe: UnguPetros, igama elithetha ulwalwa; ndiya kulakhela kolu lwalwa ke ibandla lam, kwaye namandla okufa akayi kuloyisa.

Umatewu 16

Umatewu 16:17-19